Izililo 4:15 Ibhayibhile (XHO96)

“Mkani; *nigqwalisekile!” batsho abantu kubo.“Sukani; sukani; ningakhe nilinge ukusondela kuthi!”Bakuba bebhacele ezintlangenizona ziya kuthi ngabo: “Abanakuhlala apha.”

Izililo 4

Izililo 4:5-22