Izililo 2:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kwanjengaxa umemela emsithweni wenjenjalo ukufunza kum esikhumbeni;lunxunguphalo macala onke.Akukho namnye owabhungcayo wasinda ngomhla wengqumbo kaNdikhoyo;utshaba lwam lwabatshabalalisa abo bendibampelesa ndibondla.

Izililo 2

Izililo 2:17-22