Izililo 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wenze ngokwezicwangciso zakhe;lizalisekile ilizwi lakhe awalixela kwakudala.Ukubhukuqe engenanceba,wenza ukuba iintshaba zakho zibe nemihlali;ewe, uluphakamisile uphondo lwababandezeli bakho.

Izililo 2

Izililo 2:12-21