Izililo 1:8 Ibhayibhile (XHO96)

IJerusalem yone kakhulu,yaza ke ngoko yaba nomlaza.Bonke ababefudula beyihlonele basuke bayidela,kuba bebubonile ubuze bayo.Nayo itsho ngencwina,ide izifihle ubuso.

Izililo 1

Izililo 1:1-11