Izafobe 7:13-15 Ibhayibhile (XHO96)

13. Lo mfazi usuke wamgona umfana lowo, wamanga;ngobuso obungenazintloni wathi kuye:

14. “Ekhaya ndenze amadini obudlelwane;namhlanje ndizifezekisile izibhambathiso zam.

15. Ndilapha nje ke bendikhangela wena,kambe ke ngoku nguwe lo, ndikufumene!

Izafobe 7