Izafobe 5:21-23 Ibhayibhile (XHO96)

21. Kaloku zonke izinto ezenziwa ngumntu ziyabonwa *nguNdikhoyo;zonke iindlela zakhe uzijongile.

22. Ke zona izenzo zomntu okhohlakeleyo zibambisa kwayena,ajike akhonkxwe kwasisono sakhe.

23. Ubulawa kukungaqeqesheki;ewe, uphuphuthekiswa bubuhiba bakhe.

Izafobe 5