Izafobe 30:31-33 Ibhayibhile (XHO96)

31. ngumqhagi ondolosayo;yinkunzi yebhokhwe;ngukumkani ephahlwe ngumkhosi wakhe.

32. Ukuba wenze izinto zobudenge waziphakamisa,okanye ukuba uthe waceba ububi,khawuthi xha!

33. Wakulucofa ucwambu kuvela ibhotolo,wakuyixhimfa impumlo isuka yophe,wakuxhokonxa umsindo kugqabhuka imbambano.

Izafobe 30