Izafobe 29:26-27 Ibhayibhile (XHO96)

26. Baninzi abazithandekisa kwiziphathamandla,kambe ke bona ubulungisa bufumaneka kuNdikhoyo.

27. Umntu onobuqhetseba uyacekiswa ngamalungisa;ngokunjalo nomntu othe ngqo uyacekiswa ngabakhohlakeleyo.

Izafobe 29