Izafobe 27:21 Ibhayibhile (XHO96)

Isiliva ivavanywa ngokuyinyibilikisa embizeni;igolide ivavanywa ngokuyinyibilikisa kwiziko lomlilo;ke yena umntu uvavanywa ludumo alufumana ebantwini.

Izafobe 27

Izafobe 27:19-24