Izafobe 25:26-28 Ibhayibhile (XHO96)

26. Akoyiswa sisikhohlakali umntu olungileyoloo nto ifana nequla eligxobhekileyo okanye nomthombo ongcolisekileyo.

27. Ukubutya kakhulu ubusi akulunganga;kukwanjalo ukuhlala uzifunela imbeko.

28. Umntu owoyiswayo kukuzilawula usesichengenioku kwesixeko esindongaziwileyo.

Izafobe 25