4. Lulwazi oluzalisa amagumbi endlu,itsho ivathiswe ngezinto ezintle nezixabisekileyo.
5. Umfo osisilumko unamandla;ewe, indoda enolwazi iya isomelela ngokomelela.
6. Phambi kokuba uye emfazweni hlala phantsi ucwangcise kuqala;uloyiso lungabakho xa unabacebisi abaninzi.
7. Ubulumko yintsokotha kumntu osisiyatha;yena uyalabalaba xa kuxoxwa kwindibano ngasesangweni.