Izafobe 24:12 Ibhayibhile (XHO96)

Mhlawumbi ungathi wena: “Besingazi nto ngale nto,”kodwa ke yena uThixo onganqatyelwa nto uyayibona inyaniso –ukujongile, yaye uyakwazi.Ke yena uvuza umntu ngokwezenzo zakhe.

Izafobe 24

Izafobe 24:8-16