1. Ingqondo kakumkani isesandleni sikaNdikhoyo;uyilawula ngokuthanda kwakhe, ngathi kukuhamba komlambo.
2. Zonke iindlela zomntu zibonakala zilungile kwawakhe amehlo,kanti ke nguNdikhoyo oyibeka esikalini intliziyo yomntu.
3. Ukwenza ubulungisa nokuthe ngqokwamkelekile kuNdikhoyo kunamadini.