Izafobe 2:21-22 Ibhayibhile (XHO96)

21. Kaloku ngabantu abanyanisekileyo abaya kuma kweli lizwe;ewe, ngâbo bamsulwa abaya kuhlala behleli kulo.

22. Ke bona abantu abakhohlakeleyo baya kunqanyulwa elizweni;abo bangamatshijolo baya kuncothulwa kulo.

Izafobe 2