Izafobe 19:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ihlwempu alifunwa nangabakowalo; yeka ke ukungafunwa kwalo zizihlobo!Noba selizifuna linezicengo soze lizifumane.

Izafobe 19

Izafobe 19:1-17