Izafobe 18:7-10 Ibhayibhile (XHO96)

7. Ukuthetha komntu osisityhifili kumzisela inkathazo;umlomo wakhe ngumgibe wakhe.

8. Amazwi entlebendwane ayanambitheka;ahla kamnandi athi ngcoo embilinini.

9. Umntu owuphath' ewuyeka umsebenzi wakheuyintlaka nexolo notshabalalisayo.

10. UNdikhoyo ngumqolomba:bazimela kuye abalungisayo, basinde.

Izafobe 18