Izafobe 18:23-24 Ibhayibhile (XHO96)

23. Ihlwempu liyacenga libongoze,ukanti ke sona isinhanha siphendula rhabaxa.

24. Iitshomi ezininzi ziyamvuthulula umntu;kanti ke sikho sona isihlobo esithembekayo kunomntakwenu.

Izafobe 18