Izafobe 16:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Umntu uyazenza izicwangciso,kodwa lona ilizwi lokugqibela lelikaNdikhoyo.

2. Zonke iindlela zomntu zilungile kwawakhe amehlo,kodwa nguNdikhoyo ocikida iinjongo zazo.

Izafobe 16