Izafobe 15:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Impendulo ethambileyo iyawuthibaza umsindo,kanti ke wona amazwi akrwempayo ahlobisa igazi.

2. Izilumko ziphokoza ulwazi xa zithethayo;kanti ke zona izityhakala zithulula ubudenge.

3. UNdikhoyo uyazibona zonke izinto ezenzekayo;ubakhangele abenza okubi nokulungileyo.

Izafobe 15