Umlomo womntu ongakhathalele Thixo wenzakalisa ummelwane wakhe;ke bona abathobela uThixo balondolozwa lulwazi.