Izafobe 10:31-32 Ibhayibhile (XHO96)

31. Umntu obhadlileyo uphuphuma ubulumko,kambe ke yena umntu ogqwethayo uya kunqunyulwa ulwimi.

32. Umntu onengqondo uthetha amazwi afanelekileyo;kambe ke sona isikhohlakali sithetha amazwi akrwempayo.

Izafobe 10