Izafobe 1:32-33 Ibhayibhile (XHO96)

32. Kaloku iziyatha zifa kuba zibumangala ubulumko;zona izityhakala zizibhubhisa ngokungakhathaleli nto.

33. Kambe ke bona abandiphulaphulayo bahlala bekhuselekile;ewe, bathi zava, bengaxhalele kwenzakaliswa nto.”

Izafobe 1