Iinkokheli 5:29-31 Ibhayibhile (XHO96)

29. Intokaz' eyingqondi yamthomalalisa,watsho naye waziv' ethuthuzelekile:

30. “Hayi, mhlawumbi baxakeke kukwab' amaxhoba:Imbelukazi, hayi, zimbini kwijoni ngalinye;kuSisera lilaph' elitofo-tofo elimabala-bala,elenkosazana liqhwaqhwalal' eliqhoqhonyiweyo.”

31. Ewe, siyavuma, Ndikhoyo, makube njal' ukufa kweentshaba zakho!Ke bona abakuthandayo mabaqaqambe njengelanga xa liphumayo!Emva koko ke kwalandela amashumi amane eminyaka yenzolo.

Iinkokheli 5