Iindumiso 99:7-9 Ibhayibhile (XHO96)

7. Wayethetha nabo ekwintshinyela yelifu,kuba babeyithobela imiyalelo nemithetho yakhe.

8. Ewe, Ndikhoyo, Thixo, wabeva abantu bakho;wababonisa ukuba unguThixo oxolelayo,kodwa ukwangoyohlwayayo intw' embi.

9. Mbongeni uNdikhoyo uThixo wethu.Mnquleleni entabeni yakhe eyodwa!Kaloku ungcwele uNdikhoyo uThixo wethu.

Iindumiso 99