Iindumiso 89:51-52 Ibhayibhile (XHO96)

51. Ndikhoyo, iintshaba zihlekisa ngam;ewe, ziphoxisa ngaye umthanjiswa wakho naphi na apho anyathela khona.

52. Huntshu-u-u! UNdikhoyo ngowokubongwa naphakade!Makube njalo – ewe; amen!

Iindumiso 89