Iindumiso 81:1-4 Ibhayibhile (XHO96)

1. Dandulukani ngovuyo, nibonge uThixo osikhuselayo;memelelani nidumise uThixo kaYakobi.

2. Hlabelani nitsho ngohadi;dlobani ngoncuthu lweehapu neekatala.

3. Vuthelani ixilongo ukuthwasa kwenyanga,nasekuhlanganeni kwenyanga mhla ngetheko.

4. Kaloku lowo ngummiselo wakwaSirayeli,lisiko loThixo kaYakobi.

Iindumiso 81