Iindumiso 81:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Dandulukani ngovuyo, nibonge uThixo osikhuselayo;memelelani nidumise uThixo kaYakobi.

2. Hlabelani nitsho ngohadi;dlobani ngoncuthu lweehapu neekatala.

3. Vuthelani ixilongo ukuthwasa kwenyanga,nasekuhlanganeni kwenyanga mhla ngetheko.

Iindumiso 81