Iindumiso 80:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Khawubek' iindlebe, malusi kaSirayeli!Wena makhokel' uJosefu njengomhlambi,wena osesihlalweni *ngakwizithunywa ezimaphiko,

2. khanya kwaEfrayim nakwaBhenjamin nakwaManase;ngaloo mandla akho yiza usisindise.

Iindumiso 80