6. Umnike igunya kuyo yonke indalo yakho,wazibeka phantsi kwegunya lakhe zonk' izinto:
7. iinkomo neegusha, kwanazo neenyamakazi;
8. iintaka eziphaphazelayo, neentlanzi,nayo yonke into ephithizela elwandle.
9. Hayi ukubaluleka kwalo igama lakho ehlabathini liphela,Ndikhoyo, Nkosi yethu!