1. *Ndikhoyo, Nkosi yethu,hayi ukubaluleka kwegama lakho ehlabathini!Wena uqaqambisa amazulu ngesithozela sakho,
2. nditsho abantwana kwaneentsana ziyakubonga,nto leyo ibamisela umqobo abachasiwokuvalela utshaba kwanomphindezeli.
3. Xa ndiqwalasela amazulu owenzileyo,inyanga, neenkwenkwezi ezidalwe nguwe,
4. ngubani yena umntu, le nto umkhumbulelayo,engubani yena unyana womntu, le nto umkhathalelayo?