Iindumiso 78:71-72 Ibhayibhile (XHO96)

71. Wamkhupha ekwaluseni amatakane,wamenza umalusi wabantu bakhe,wangumalusi kaSirayeli ilifa lakhe.

72. Wabalusa ngokuzimisela nangenyameko;ewe, wabakhokela ngobuchule.

Iindumiso 78