Iindumiso 78:51-53 Ibhayibhile (XHO96)

51. Wawathi qwaka onke amazibulo amaJiputa,wabageqa abaligugu neqhayiya lakwaHam.

52. Kanti ke wabakhokela njengeegusha abantu bakhe,entlango wabalusa ngathi ngumhlambi.

53. Wabalondoloza batsho baphelelwa ngamaxhala,kambe ke ulwandle lwaziginya iintshaba zabo.

Iindumiso 78