Iindumiso 74:14-17 Ibhayibhile (XHO96)

14. wasintlekeza intloko isilo solwandle,sakukutya kwelo libharhileyo.

15. Wena wampompozisa imithombo nemilanjana,waza wayomisa imilambo engatshiyo.

16. Yadalwa nguwe imini, ngokunjalo nobusuku;ivela kuwe inyanga, ngokunjalo nelanga.

17. Yamiswa nguwe imida yehlabathi;ngokukwanjalo ihlobo nobusika.

Iindumiso 74