Iindumiso 74:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Awu, Thixo! Ngani ukuba wenjenje ukusilahla?Awusathothi na umsindo wakho kubantu bakho?

2. Khawulikhumbule ibandla lakho owalifumana mandulo,owalikhululayo ukuze libe lilifa lakho;khumbula ikhaya lakho intaba iZiyon.

Iindumiso 74