Iindumiso 71:4-7 Ibhayibhile (XHO96)

4. Thixo wam, ndihlangule kwabakhohlakeleyo,ndingabanjwa ngabagwenxa nezikhohlakali.

5. Kaloku ithemba lam nguwe, Nkosi;ndakholosa ngawe ndisengumntwana, Ndikhoyo.

6. Ndaqamela ngawe kwasekuzalweni;ndakhutshwa nguwe kumama.Ndiya kukubonga njalo-njalo.

7. Ndisisimanga kwabaninzi,kodwa ke wena uyandikhusela.

Iindumiso 71