Iindumiso 69:23-26 Ibhayibhile (XHO96)

23. Mabamfanyekiswe bangaboni;umzimba wabo mawutyhutyhwe lidumbe.

24. Mabagutyungelwe yingqumbo yakho;mabatshiswe ngumsindo wakho.

25. Mawube linxuwa umzi wabo,makungahlali nabani kuwo,

26. kuba bayamtshutshisa ombethileyo,baphoxise ngaye omenzakalisileyo.

Iindumiso 69