Iindumiso 65:1-3 Ibhayibhile (XHO96) Ufanelwe kukubongwa, Thixo, eZiyon,zifezekiswe kuwe izibhambathiso. Wena uyawugqala umthandazo;bonke baya kuza kuwe.