Iindumiso 63:7-9 Ibhayibhile (XHO96)

7. Kaloku wena uluncedo lwam;ngamaphiko akho uyandikhusela, nditsho ndicule ndinemincili.

8. Ndizimisele ukuthi nca kuwe;kaloku wena uyandixhasa.

9. Ke bona abafunana nobomi bambaya kweyela kwelabafileyo.

Iindumiso 63