Iindumiso 62:6-8 Ibhayibhile (XHO96)

6. Ndizimela ngaye, nguye ondisindisayo.Yinqaba yam, soze ndichukunyiswe.

7. Ndisindiswa nguThixo, uliwonga lam.UThixo yinqaba yam, ndizimela ngaye.

8. Maxa onke thembelani kuye, bantundini,nizityand' igila kuye;kaloku uThixo yinqaba yethu.

Iindumiso 62