Iindumiso 6:8-10 Ibhayibhile (XHO96)

8. Sukani kum, nonke nina mathol' esihulu-hulu!Kaloku uNdikhoyo usivile isingqala sam.

9. Ukuvile ukubongoza kwam,wawuphulaphula umthandazo wam.

10. Ziya kudana, zidideke zonk' iintshaba zam;ziya kujika ngephanyazo, ziphoxekile.

Iindumiso 6