Iindumiso 55:12-14 Ibhayibhile (XHO96)

12. Kambe ke andingcikivwa lutshaba.Ukuba ibilulo bendinganyamezelayo.Asinguye ondichasayo lo undiqholoselayo,okanye bendingamphephayo.

13. Koko nguwe, ntangam, wena gxa wam,mhlobo wam osenyongweni.

14. Fudula sisidl' imbadu kunye;endlwini kaThixo sasikunye, singumtya nethunga.

Iindumiso 55