Iindumiso 52:4-6 Ibhayibhile (XHO96)

4. Hayi ke bethu umntu onolwini!Uyakuthanda ukuphixanisa.

5. Ke yena uThixo uya kukudiliza kuthi tu;uya kukuthi xhakamfu, akukhuphe endlwini yakho;uya kukuncothula umke ezweni labaphilayo.

6. Akuyibona le nto amalungisa omangaliswa ahlekise athi:

Iindumiso 52