2. Ndihlambe ndahlukane nabo bonke ububi;ndenze ndibe nyulu, ndingabi nasono!
3. Kaloku ndiyabuvuma ubugwenxa bam;isono sam sindithukuthezele.
4. Eyona ngcambu yesono sam kukuba ndone wena kanye,ndenze into ekuhlazisayo.Ngoko ke undigwebe ngakhona;isigwebo sakho sifanelekile.
5. Kaloku ndaba gwenxa kwasekuzalweni;ndaba ngumoni ndisakhawulwanje nguma.