Iindumiso 43:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ngamana wandigwebela, Thixo.Ewe, mandiphume phambiliekumangalelweni ngabantu abakuchasileyo.Ndihlangule kubantu abanamaqhinga nobuqhokolo.

2. Kaloku ùnguThixo endizimela ngaye.Ngani ke ukuba undilahle?Ngani ukuba ndihlale ndizibambe ngeenkophengenxa yokubandezelwa ziintshaba?

Iindumiso 43