Iindumiso 40:16-17 Ibhayibhile (XHO96)

16. Abakulangazelelayo mabavuye bagcobe ngawe;abaluthandayo usindiso lwakho mabangaphezi ukuthi:“Huntshu – uyingangalala uNdikhoyo!”

17. Ke mna ndilihlwepu, ndiludwayi;awu, Nkosi, khawundivelele!Umncedi nomhlanguli wam nguwe;sukuba saphozisa maseko, Thixo wam!

Iindumiso 40