Iindumiso 4:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ndiphendule ndakukhala kuwe,Thixo, mlondolozi wamalungelo am!Wandikhulula embandezelweni yam;yiba nenceba ke ngoko, uwuve umthandazo wam.

2. Bantundini, koda kube nini na nindihlazisa?koda kube nini nithand' ilize, niphuthaphuth' ubuxoki?

Iindumiso 4