Iindumiso 38:8-11 Ibhayibhile (XHO96)

8. Ndoyisakele kwaphela;ndiyagcuma ziintlungu nalixhala.

9. Nkosi yam, uyawazi umnqweno wam,uyaziva zonke iincwina zam.

10. Ndinovalo, ndiphelelwe ngamandla,namehlo am selebona kaluzizi.

11. Ke zona izihlobo nabamelwana abasondeli kum,nkqu nentsapho yam le icezela phaya.

Iindumiso 38