Iindumiso 34:19-22 Ibhayibhile (XHO96)

19. Zininzi iingxaki ezivelela ilungisa,kodwa uyalikhulula kuzo zonke uNdikhoyo;

20. uwagcina onke amathambo alo,kungaphuki nalinye kuwo.

21. Abantw' abagwenxa bobulawa ngobubi babo,bagwetywe abo balithiyayo ilungisa.

22. UNdikhoyo wozihlangula izicaka zakhe;bonke abakholose ngaye abayi kugwetywa.

Iindumiso 34