Iindumiso 30:11-12 Ibhayibhile (XHO96)

11. Wabuguqula baluvuyo ubunzima bam;wandikhulul' ezokuzila, wandambathis' ezolonwabo.

12. Mandikubonge ndingayeki, Thixo wam;ewe, ndikubonge kude kube ngunaphakade, Ndikhoyo!

Iindumiso 30