Iindumiso 30:10-12 Ibhayibhile (XHO96)

10. Ndive, Ndikhoyo, undenzele inceba;Ndikhoyo, yiba ngumncedi wam.

11. Wabuguqula baluvuyo ubunzima bam;wandikhulul' ezokuzila, wandambathis' ezolonwabo.

12. Mandikubonge ndingayeki, Thixo wam;ewe, ndikubonge kude kube ngunaphakade, Ndikhoyo!

Iindumiso 30